13.07.2015 Views

Starting a reading club Ukuqala iqela elifundayo Wina! Win! - Nal'ibali

Starting a reading club Ukuqala iqela elifundayo Wina! Win! - Nal'ibali

Starting a reading club Ukuqala iqela elifundayo Wina! Win! - Nal'ibali

SHOW MORE
SHOW LESS
  • No tags were found...

You also want an ePaper? Increase the reach of your titles

YUMPU automatically turns print PDFs into web optimized ePapers that Google loves.

UmvundlanaThis material was developed and produced by an intersectoral teamworking with UNICEF in co-operation with the South African Governmentand co-ordinated by PRAESA.Le mathiriyeli isungulwe ze yaveliswa l<strong>iqela</strong> elisebenza neUNICEFngentsebenziswano noRhulumente woMzantsi Afrika ze yaququzelelwayiPRAESA.Nal’ibali is a national <strong>reading</strong>-for-enjoyment initiativeto get people in South Africa – children and adults– passionate about telling and <strong>reading</strong> stories.For more information, visit www.nalibali.org.INal’ibali liphulo lelizwe lokufundela ulonwabo lokwenza abantu eMzantsiAfrika – abantwana nabantu abadala – bakuthakazelele ukubalisa nokufundaamabali. Ukuze ufumane inkcazelo ebanzi, ndwendwela ku www.nalibali.org.The little hareIllustrated by Alzette Prins5


There was once a little hare who wasn’tfeeling very good.Kudala-dala kwaye kukho umvundlanaowayengaziva mnandi.236


He was tired all the time – just as tired asyou feel when you have been digging inthe sand all day.His eyes were very sore – just as soreas your eyes feel when they have somedust in them.Wayesoloko ediniwe ngalo lonke ixesha -edinwe kanye njengendlela oye uzivengayo xa ubugrumba intlabathi iminiyonke.Amehlo akhe ayebuhlungu – ebuhlungukanye njengendlela amehlo akho ababuhlungu ngayo xa engenwe luthuli.457


He was very scared – just as scared as youfeel when you are lost.He was very sad – just as sad as you feelwhen no-one wants to play with you.Wayesoyika kakhulu – esoyika kanyenjengendlela owoyika ngayo xa ulahlekile.Wayelusizi kakhulu – elusizi kanyenjengendlela oba lusizi ngayo xa kungekhomntu ufuna ukudlala nawe.678


The little hare’s sister asked, “What can Ido to help you feel better?”The little hare replied, “Let’s draw apicture.”And so they did.That made the little hare feel a bit better.Udade bomvundlana wabuza, “Ndingenzantoni ukukunceda uzive ngcono?”Umvundlana omncinci waphendula wathi,“Masizobe umfanekiso.”Inene, benza kanye oko.Oku kwamenza umvundlana ukubaazive ngcono.899


The little hare’s grandpa asked, “How can Ihelp you to feel better?”The little hare replied, “Let’s play a game.”And so they did.That made the little hare feel even better.Utatomkhulu womvundlana wabuza,“Ndingeza ntoni ukukunceda ube ngcono?”Umvundlana waphendula wathi, “Masidlale.”Inene, benza kanye oko.Oku kwamenza umvundlana azive ngcononangakumbi.101110


And that made the little hare feel bestof all!“I’m special,” he sang,“And I know you will always care.I’ll never be aloneBecause you love me.”14Oku kwamenza umvundlana azivengcono kakhulu!“Ndiziva ndikhethekile,” wacula,“Kwaye ndiyazi ukuba niya kusolokonikhathala ngam.Andisokuze ndibe liloloKuba niyandithanda.”1512

Hooray! Your file is uploaded and ready to be published.

Saved successfully!

Ooh no, something went wrong!